2 Kasamweli 19:41 XHO96

41 Emva koko amaSirayeli onke aya kukumkani, afika athi: “Mhlekazi, ngaba abantakwethu abaya bakwaJuda babuthathe phi ubuganga bokukuthatha eJordan nomzi wakho uphela?”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 19

imbono 2 Kasamweli 19:41 kwimeko