2 Kasamweli 19:42 XHO96

42 Onke amadoda akwaJuda awaphendula awakwaSirayeli athi: “Loo nto siyenze ngenxa yokuba nathi sibanye nokumkani. Yintoni ke ekhathazayo kuloo nto, engasihlawuleli nakutya nje, kungekho nanto asenzele yona?”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 19

imbono 2 Kasamweli 19:42 kwimeko