2 Kasamweli 2:4 XHO96

4 Afika ke amadoda akwaJuda, eze kumthambisa uDavide apho eHebron ukuba abe ngukumkani wakwaJuda.Zithe zakufika kuDavide iindaba zokuba abantu baseJabheshe eGiliyadi bamngcwabile uSawule,

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 2

imbono 2 Kasamweli 2:4 kwimeko