2 Kasamweli 2:8 XHO96

8 Umphathi wemikhosi kaSawule uAbhinere, unyana kaNere, wabaleka nonyana kaSawule uIshbhoshete, waya naye eMahanayim ngaphesheya kweJordan.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 2

imbono 2 Kasamweli 2:8 kwimeko