2 Kasamweli 21:12 XHO96

12 waya kuthatha amathambo kaSawule noJonatan kubantu baseJabheshe eGiliyadi. (Babewabe endaweni yembutho yaseBhete-shan apho yayixhonywe khona imizimba yabo ngamhla amaFilistiya abulala uSawule kwintaba iGilibhowa.)

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 21

imbono 2 Kasamweli 21:12 kwimeko