2 Kasamweli 21:14 XHO96

14 Bawafaka engcwabeni likaKishe uyise kaSawule amathambo kaSawule noJonatan eZela kummandla wakwaBhenjamin njengokomthetho kakumkani. Emva koko uThixo wayiva imithandazo yabo bethandazela ilizwe.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 21

imbono 2 Kasamweli 21:14 kwimeko