2 Kasamweli 21:15 XHO96

15 Kwavuka enye imfazwe phakathi kwamaFilistiya namaSirayeli, wanduluka uDavide waya kulwa namaFilistiya enamadoda akhe. Balwa ke namaFilistiya, waza uDavide wadinwa kakhulu.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 21

imbono 2 Kasamweli 21:15 kwimeko