2 Kasamweli 21:6 XHO96

6 masinikwe amadoda abe sixhenxe kwinzala yayo, aye kuxhonywa phambi koNdikhoyo eGibheya, isixeko sikaSawule ukumkani owatyunjwa nguNdikhoyo.”Ukumkani wathi: “Kulungile, ndiza kunikhululela.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 21

imbono 2 Kasamweli 21:6 kwimeko