2 Kasamweli 21:7 XHO96

7 UDavide wamsindisa uMefibhoshete, unyana kaJonatan unyana kaSawule, ngenxa yesifungo awasenza kunye noJonatan phambi koNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 21

imbono 2 Kasamweli 21:7 kwimeko