2 Kasamweli 21:8 XHO96

8 Kodwa ke wakhupha uArmoni kunye noMefibhoshete, oonyana ababini bakaRizpa intombi ka-Aya eyabazalela uSawule, kunye noonyana abahlanu bentombi kaSawule uMerabhi eyabazalela uAdriyeli unyana kaBhazilayi waseMehola,

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 21

imbono 2 Kasamweli 21:8 kwimeko