2 Kasamweli 21:9 XHO96

9 wabanikela esandleni sabantu baseGibheyon. Bona baya kubaxhoma entabeni ngaphambi koNdikhoyo. Bafa bonke ngaxesha-nye. Ukufa kwabo kwakungexesha lokuqalisa ukuvuna, ekuqaleni kokuvunwa kwerhasi.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 21

imbono 2 Kasamweli 21:9 kwimeko