2 Kasamweli 23:17 XHO96

17 “Andinakuze ndiwasele la manzi, Ndikhoyo. Loo nto ingafana nqwa nokusela igazi lala madoda abubeke esichengeni ubomi bawo.” UDavide wala ukuwasela loo manzi.Zazinjalo ke izigigaba zaloo magorha mathathu.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 23

imbono 2 Kasamweli 23:17 kwimeko