2 Kasamweli 23:18 XHO96

18 UAbhishayi, umntakwabo-Jowabhi, onina unguZeruya, yayinguye inkokheli yamashumi amathathu amagorha. Yena ngomkhonto wakhe walwa namadoda angamakhulu amathathu, wawabulala, watsho wabalasela njengaloo magorha mathathu.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 23

imbono 2 Kasamweli 23:18 kwimeko