2 Kasamweli 23:8 XHO96

8 Ngawo la amagama amagorha omkhosi kaDavide: nguYoshebhe-bhashebhete waseTakemon kuqala, owayeyinkokheli yamagorha amathathu. Walwa namakhulu asibhozo amadoda eyedwa, wawabulala onke ngomkhonto wakhe kwidabi elinye.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 23

imbono 2 Kasamweli 23:8 kwimeko