2 Kasamweli 23:9 XHO96

9 Olandelayo nguElazare unyana kaDodo umAhoyi. Engomnye wamagorha amathathu nje, yena wayekunye noDavide xa bacela umngeni kumaFilistiya awayeze edabini. Abuya umva amaSirayeli,

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 23

imbono 2 Kasamweli 23:9 kwimeko