2 Kasamweli 24:17 XHO96

17 Akusibona uDavide eso sithunywa sasibhubhisa abantu, wathi kuNdikhoyo: “Ndim owonileyo wenza ubugwenxa. Aba bantu bona banjengeegusha; akukho nto bayenzileyo. Isandla sakho masohlwaywe mna kunye nomzi kabawo.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 24

imbono 2 Kasamweli 24:17 kwimeko