2 Kasamweli 24:18 XHO96

18 Kwangaloo mini uGadi waya kuDavide, wathi kuye: “Hamba uye kwakhela uNdikhoyo iqonga lamadini esandeni sokubhula sika-Aravena umJebhusi.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 24

imbono 2 Kasamweli 24:18 kwimeko