2 Kasamweli 24:24 XHO96

24 Kambe ke ukumkani uphendule uAravena wathi: “Ngunotshe lowo! Ndiza kulihlawula ixabiso lazo. Andingekhe ndinikele kuNdikhoyo amadini atshiswayo ngento endingadlekanga ngayo.” UDavide wasithenga ke eso sanda sokubhula kunye neenkabi zeenkomo ngexabiso elingamashumi amahlanu eesiliva.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 24

imbono 2 Kasamweli 24:24 kwimeko