2 Kasamweli 24:25 XHO96

25 UDavide ke wakhela uNdikhoyo iqonga lamadini apho, waza wenza amadini atshiswayo kunye nawobudlelwana. Wakuva uNdikhoyo ukuthandazelwa kwelizwe, satsho saphela isibetho sikabhubhani kwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 24

imbono 2 Kasamweli 24:25 kwimeko