2 Kasamweli 3:23 XHO96

23 Akufika uJowabhi, kunye nomkhosi awayehamba nawo, waxelelwa kwathiwa: “UAbhinere ebeze kubona ukumkani, yaye ukumkani umndulule ngoxolo.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 3

imbono 2 Kasamweli 3:23 kwimeko