2 Kasamweli 3:24 XHO96

24 UJowabhi wasuka waya kukumkani, wafika wathi: “Yintoni le uyenzileyo? Uyabona, uAbhinere ebeze kuwe! Kutheni le nto umyekileyo ahambe? Ngoku umkile!

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 3

imbono 2 Kasamweli 3:24 kwimeko