2 Kasamweli 3:31 XHO96

31 Emva koko uDavide wathi kuJowabhi kwakunye nabantu bonke ababenaye: “Zikrazuleni izambatho zenu, ninxibe amarhonya, nimzilele uAbhinere.”Kumngcelele womngcwabo ukumkani uDavide ngenkqu wayelandela idlaka.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 3

imbono 2 Kasamweli 3:31 kwimeko