2 Kasamweli 4:1 XHO96

1 Unyana kaSawule uIshbhoshete waphelelwa ngamandla zakufika iindaba zokuba uAbhinere ufele eHebron, othuka kakhulu namaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 4

imbono 2 Kasamweli 4:1 kwimeko