2 Kasamweli 4:2 XHO96

2 Ke kaloku uIshbhoshete wayenabafo ababini abaziinkokheli zabanqolobi. Ayezizinto zikaRimon wesizwe sakwaBhenjamin eBheroti. Amagama abo bafo yayinguBhana noRekabhi. IBheroti le ibalelwa kwaBhenjamin.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 4

imbono 2 Kasamweli 4:2 kwimeko