2 Kasamweli 5:12 XHO96

12 Ke uDavide waqonda ukuba uNdikhoyo umzinzisile wangukumkani kwaSirayeli, eqonda nokuba uNdikhoyo ulawulo lwakhe uluphakamisile ngenxa yabantu bakhe amaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 5

imbono 2 Kasamweli 5:12 kwimeko