2 Kasamweli 5:13 XHO96

13 Ukufika kwakhe eJerusalem, evela eHebron, uDavide waphinda wathatha abanye abafazi namaqadi, waza ke wazala abanye oonyana neentombi.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 5

imbono 2 Kasamweli 5:13 kwimeko