2 Kasamweli 5:23 XHO96

23 waza uDavide wabuzisa kuNdikhoyo kwakhona, ke yena uNdikhoyo wathi kuye: “Sukuya ngqo kuwo, koko warhawule, uwahlasele uvela ngasemva kwawo phaya ngakwimithi yebhalsam.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 5

imbono 2 Kasamweli 5:23 kwimeko