2 Kasamweli 5:24 XHO96

24 Uze uthi nje ukuba uve isingqisho phaya kwiincopho zemithi yebhalsam, uphume ngokukhawuleza, kuba yoba ngumqondiso wokuba uNdikhoyo uhamba phambi kwakho, uza kuwuqwakanisa umkhosi wamaFilistiya.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 5

imbono 2 Kasamweli 5:24 kwimeko