2 Kasamweli 5:5 XHO96

5 Waba minyaka isixhenxe neenyanga ezintandathu ephethe kwaJuda, ehlala eHebron. Waphatha kwaSirayeli nakwaJuda ehlala eJerusalem iminyaka engamashumi mathathu anantathu.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 5

imbono 2 Kasamweli 5:5 kwimeko