2 Kasamweli 5:6 XHO96

6 Ke kaloku ukumkani uDavide wanduluka nomkhosi wakhe ukuya kuhlasela amaJebhusi awayemi eJerusalem. AmaJebhusi athi kuDavide: “Akunakuze ungene apha wena! Kwaiimfama neziqhwala ezi zingakujika!” Kaloku ayesithi: “UDavide akangeke abe nako ukutyhoboza.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 5

imbono 2 Kasamweli 5:6 kwimeko