2 Kasamweli 7:19 XHO96

19 Kanti ke akwanelanga ukwenjenjalo kuphela, Nkosi yam Ndikhoyo: ngoku uthetha nangekamva lendlu yesicaka sakho. Ngaba le yindlela yakho omphatha ngayo umntu, Nkosi yam Ndikhoyo?

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 7

imbono 2 Kasamweli 7:19 kwimeko