2 Kasamweli 8:17 XHO96

17 Ke yena uZadoki, unyana ka-Ahitubhi, noAhimeleki, unyana ka-Abhiyatare, babengababingeleli, uSeraya yena engunobhala.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 8

imbono 2 Kasamweli 8:17 kwimeko