2 Kasamweli 8:16 XHO96

16 UJowabhi, unyana kaZeruya, wayeyinjengele yomkhosi, uYoshafati, unyana ka-Ahilude, engumthathi-manqaku.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 8

imbono 2 Kasamweli 8:16 kwimeko