1 Akuba engasekho uYoshuwa, amaSirayeli abuzisa *kuNdikhoyo, athi: “Ngubani onokusikhokela ukuya kuhlasela amaKanana?”
funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 1
imbono Iinkokheli 1:1 kwimeko