Iinkokheli 1:16 XHO96

16 Inzala kayise womka-Mosis, umKeni, yahamba nendlu kaJuda ukuphuma kwisiXeko samaSundu, yaya kumhlaba oyintlango ezantsi kweArade kwelakwaJuda, yaza ke yema phakathi kwabantu balapho.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 1

imbono Iinkokheli 1:16 kwimeko