Iinkokheli 11:17 XHO96

17 Athumela izigidimi kukumkani wase-Edom, ecela ukuba awavumele acande emhlabeni wakhe. Kodwa ke yena zange awavumele. Kwakhona athumela kukumkani waseMowabhi, acela ukuba awavumele anqumle emhlabeni wakhe, kodwa naye zange avume. Ngoko ke amaSirayeli ahlala apho eKadeshe.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 11

imbono Iinkokheli 11:17 kwimeko