Iinkokheli 11:18 XHO96

18 Asuka ke anqumla intlango, awucezela umhlaba wase-Edom nowaseMowabhi, ada aya kufika kwimpuma yeMowabhi, ngaphesheya komlambo iAnoni. Akazange angene kwelaseMowabhi, kuba kaloku iAnoni yayingumda.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 11

imbono Iinkokheli 11:18 kwimeko