Iinkokheli 11:2 XHO96

2 wayenabanye oonyana, bezalwa ngumkakhe; bathi bakukhula bamgxotha uJefta. Bathi kuye: “Wena awunakuzuza lifa kwindlu katata; kaloku uzalwa mfazi wumbi.”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 11

imbono Iinkokheli 11:2 kwimeko