Iinkokheli 11:3 XHO96

3 Wasaba ke uJefta kubantakwabo, waya kuhlala kumhlaba waseTobhi. Apho ke kwabuthelana kuye iindlavini ezithile, zaza zaba ngamahlakani akhe.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 11

imbono Iinkokheli 11:3 kwimeko