Iinkokheli 11:29 XHO96

29 Ke uJefta wafikelwa nguMoya kaNdikhoyo. Wanqumla iGiliyadi nommandla wakwaManase, waya kutsho eMizpa eGiliyadi, waza ke waphuma apho waya kuhlasela ama-Amon.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 11

imbono Iinkokheli 11:29 kwimeko