Iinkokheli 12:3 XHO96

3 Ndithe ke ndakuqonda ukuba anizi, ndasuka ndazilahlela, ndawuwela umda, ndaya kulwa, waza ke *uNdikhoyo wawanikela ezandleni zam. Ngani ukuba ngoku nina nifune kum?”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 12

imbono Iinkokheli 12:3 kwimeko