Iinkokheli 12:4 XHO96

4 Ke uJefta wawaqokelela amaGiliyadi, walwa nawo amaEfrayim, wawoyisa. (AmaEfrayim ke athi: “Nina maGiliyadi niziimbacu eziphuma kwaEfrayim nakwaManase.”)

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 12

imbono Iinkokheli 12:4 kwimeko