Iinkokheli 13:1 XHO96

1 Ke kaloku amaSirayeli aphinda amona *uNdikhoyo, waza ke yena wawanikela ezandleni zamaFilistiya amashumi amane eminyaka.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 13

imbono Iinkokheli 13:1 kwimeko