Iinkokheli 13:11 XHO96

11 Waphakama ke uManowa, walandela umkakhe. Wafika wayibuza ke indoda wathi: “Ungulaa mfo wayethethe nenkosikazi yam?”“Ndinguye,” watsho umfo lowo.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 13

imbono Iinkokheli 13:11 kwimeko