Iinkokheli 14:16 XHO96

16 Umtshakazi lowo waya selenyembezana kuSamson, wafika wathi: “Hayi, kucacile ukuba awundithandi, undithiyile! Usuka wenzele amawethu iqhina, kodwa mna akundixeleli ukuconjululwa kwalo!”Waphendula ke yena wathi: “Ndingathini ukuxelela wena ndingekabaxeleli utata nomama?”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 14

imbono Iinkokheli 14:16 kwimeko