Iinkokheli 14:17 XHO96

17 Hayi ke, umtshakazi walilela umyeni wakhe zonke ezo ntsuku zomtshato. Wada woyisakala ngolu lwesixhenxe umyeni, wamxelela, kuba kucaca ukuba umhlalise manzondololwana. Ke umtshakazi lowo waya kuhlebela abafana bakowabo.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 14

imbono Iinkokheli 14:17 kwimeko