Iinkokheli 14:18 XHO96

18 Ngoko ke ngosuku lwesixhenxe, lingekatshoni ilanga, abafana abo beza kuSamson, bafika bathi:“Yintoni engaphezu kobusi ngobumnandi?Iyintoni enamandla ngaphezu kwengonyama?”USamson ke waphendula wathi:“Ukuba beningalimanga ngethokazi lamngeningalicombululanga eli qhina.”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 14

imbono Iinkokheli 14:18 kwimeko