Iinkokheli 14:19 XHO96

19 Ke kaloku uSamson wambeswa amandla nguMoya kaNdikhoyo, waza wehla waya eAshkelon. Apho ke wabulala amashumi amathathu amadoda, waza wayithatha impahla yawo, wayinika abo bafana babecombulule iqhina lakhe.Ke yena wagoduka evutha ngumsindo ngenxa yale nto ihlileyo.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 14

imbono Iinkokheli 14:19 kwimeko