Iinkokheli 14:5 XHO96

5 USamson wahamba noyise nonina, baya eTimna. Ngasezidiliyeni zaseTimna ke uSamson wabona igatyana lengonyama ligquma lisiza ngakuye.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 14

imbono Iinkokheli 14:5 kwimeko