6 Suka ke yena wambeswa amandla nguMoya *kaNdikhoyo, waza ke waliqwenga ngathi uqwenga itakane lebhokhwe. Kambe ke akabaxelelanga abazali bakhe ngale nto.
funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 14
imbono Iinkokheli 14:6 kwimeko